Norges billigste bøker
Om Iziyaca

"Kum ke ingaba ithetha ukuthini yonke le ntshwaqane? Njengoko imibhalo nge mibhalo endiyikhuphe ngesi Ngesi ibhentsisile, kuye kwakhona ukulahleka okuthile apha kulo mntu undim. Ngenxa yezi zathu ezi thile endizibaluleyo kuma qonga nga maqonga, zizathu endingenalo ixesha loku ngena kuzo ngoku, ndiye ndafuna ukubunikela umva ubuntu nobu Afrika bam. Le mibongo ke, njenge ziyaca, iye yandi rhintyela ngoku mandla. Ndine mincili egqithileyo ke ukubeka lembiza yo mxoxozi phambi kwenu. Ndine themba lokuba omnye nomnye uya kuzuza lukhulu." "What does this all mean to me? As different English genres that I have released through different platforms attest, there has been an element of losing my essence and core of humanity. As a direct result of a multitude of reasons that I have entertained through the above-mentioned platforms, the latter of which I do not have the luxury of time to entertain at the present moment, I found myself on the verge of turning my back to my humanity and African-ness. Like Xhosa traditional necklaces, these poems insnared my being in such scrupulous ways. I am very much happy to present this mix masala pot to you. I am trusting that each and everyone of you will get something of much value."

Vis mer
  • Språk:
  • Xhosa
  • ISBN:
  • 9781779314789
  • Bindende:
  • Paperback
  • Sider:
  • 112
  • Utgitt:
  • 18 september 2023
  • Dimensjoner:
  • 148x7x210 mm.
  • Vekt:
  • 157 g.
  Gratis frakt
Leveringstid: 2-4 uker
Forventet levering: 20 juli 2024

Beskrivelse av Iziyaca

"Kum ke ingaba ithetha ukuthini yonke le ntshwaqane? Njengoko imibhalo nge mibhalo endiyikhuphe ngesi Ngesi ibhentsisile, kuye kwakhona ukulahleka okuthile apha kulo mntu undim. Ngenxa yezi zathu ezi thile endizibaluleyo kuma qonga nga maqonga, zizathu endingenalo ixesha loku ngena kuzo ngoku, ndiye ndafuna ukubunikela umva ubuntu nobu Afrika bam. Le mibongo ke, njenge ziyaca, iye yandi rhintyela ngoku mandla. Ndine mincili egqithileyo ke ukubeka lembiza yo mxoxozi phambi kwenu. Ndine themba lokuba omnye nomnye uya kuzuza lukhulu."

"What does this all mean to me? As different English genres that I have released through different platforms attest, there has been an element of losing my essence and core of humanity. As a direct result of a multitude of reasons that I have entertained through the above-mentioned platforms, the latter of which I do not have the luxury of time to entertain at the present moment, I found myself on the verge of turning my back to my humanity and African-ness. Like Xhosa traditional necklaces, these poems insnared my being in such scrupulous ways. I am very much happy to present this mix masala pot to you. I am trusting that each and everyone of you will get something of much value."

Brukervurderinger av Iziyaca



Finn lignende bøker
Boken Iziyaca finnes i følgende kategorier:

Gjør som tusenvis av andre bokelskere

Abonner på vårt nyhetsbrev og få rabatter og inspirasjon til din neste leseopplevelse.